1
UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:16
IBHAYIBHILE
Ndibe ke ndizama kangangoko ndinako ukuba ndihlale ndingenasazela nganto phambi koThixo naphambi kwabantu.
Thelekisa
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:16
2
UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:25
Kodwa wahambisa uPawulos echaza ngokuziphatha kakuhle, ukuzeyisa, nangomhla womgwebo, uFelekis watsho woyika wathi: “Ungakhe umke ngoku; ndiya kuphinda ndikubize xa ndinethuba.”
Phonononga UMSEBENZI WABATHUNYWA 24:25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo