1
IINDUMISO 92:12-13
IZIBHALO EZINGCWELE
Amalungisa aya kudubula njengesundu, Aya kukhula njengomsedare• weLebhanon. Etyelwe nje endlwini kaYehova, Aya kutyatyamba ezintendelezweni zoThixo wethu.
Thelekisa
Phonononga IINDUMISO 92:12-13
2
IINDUMISO 92:14-15
Aya kuhluma eselenezimvi, Aya kuba etyebile, eluhlaza; Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova, Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.
Phonononga IINDUMISO 92:14-15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo