IINDUMISO 92:14-15
IINDUMISO 92:14-15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Aya kuhluma eselenezimvi, Aya kuba etyebile, eluhlaza; Ukuze axele ukuba uthe tye uYehova, Uliwa lam, kungekho bugqwetha kuye.
Yabelana
Funda IINDUMISO 92IINDUMISO 92:14-15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Avelisa iziqhamo naxa selaluphele, aqhelezele omelele. Kutheth' ukuthi ke uNdikhoyo ulilungisa, yena ngumkhuseli wam, akukho khwiniba kuye.
Yabelana
Funda IINDUMISO 92