1
UISAYA 8:13
IZIBHALO EZINGCWELE
UYehova wemikhosi, ngcwalisani yena nina, abe nguye enimoyikayo, abe nguye oningcangcazelisayo.
Thelekisa
Phonononga UISAYA 8:13
2
UISAYA 8:12
Ize ningàthi, Ikukucetywa into yonke abathi abo bantu, Ikukucetywa; nento eyoyikwa ngabo ningayoyiki, ningangcangcazeliswa yiyo.
Phonononga UISAYA 8:12
3
UISAYA 8:20
Bhekani esiyalweni, esingqinweni! Ukuba bathe àbathetha ngokwelo lizwi, boba abanasifingo.
Phonononga UISAYA 8:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo