1
UISAYA 7:14
IZIBHALO EZINGCWELE
Ngako oko iya kuninika umqondiso ngokwayo iNkosi: uyabona, intombi le iya kumitha, izale unyana, imthiye igama elinguImanuweli.•
Thelekisa
Phonononga UISAYA 7:14
2
UISAYA 7:9
Intloko yamaEfrayim kukwaSamari, intloko yakwaSamari ngunyana kaRemaliya. Ukuba nithe anakholwa, inene, aniyi kuqiniseka.
Phonononga UISAYA 7:9
3
UISAYA 7:15
Uya kudla amasi nobusi, ade akwazi ukulahla okubi, anyule okulungileyo.
Phonononga UISAYA 7:15
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo