1
UHEZEKILE 16:49
IZIBHALO EZINGCWELE
Nabu ke ubugwenxa beSodom umsakwenu; yabe ilikratshi, nokuhlútha sisonka, nokuchulumacha, yona namagxamesi ayo; àyabamba ngesandla abaziintsizana nabangamahlwempu.
Thelekisa
Phonononga UHEZEKILE 16:49
2
UHEZEKILE 16:60
Ndiya kuwukhumbula mna umnqophiso wam nawe ngemihla yobuncinane bakho, ndikumìsele umnqophiso ongunaphakade.
Phonononga UHEZEKILE 16:60
Home
Bible
Plans
Videos