UHEZEKILE 16:60
UHEZEKILE 16:60 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiya kuwukhumbula mna umnqophiso wam nawe ngemihla yobuncinane bakho, ndikumìsele umnqophiso ongunaphakade.
Share
Funda UHEZEKILE 16UHEZEKILE 16:60 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke noko ndiza kuwukhumbula umnqopiso endawenza nawe xa wawusemtsha, ndize ndenze umnqophiso nawe oya kuhlala uhleli.
Share
Funda UHEZEKILE 16