1
UHEZEKILE 15:8
IZIBHALO EZINGCWELE
Ndiya kwenza elizweni kube senkangala, ngenxa yokuba bemenezile ngobumenemene; itsho iNkosi uYehova.
Thelekisa
Phonononga UHEZEKILE 15:8
2
UHEZEKILE 15:7
Ndiya kubachasa; baya kuphuma emlilweni, umlilo uya kubatshisa; názi ukuba ndinguYehova ekubachaseni kwam.
Phonononga UHEZEKILE 15:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo