1
INTSHUMAYELI 11:9
IZIBHALO EZINGCWELE
Vuya, ndodana, ebutsheni bakho, ikuchwayithise intliziyo yakho ngemihla yobudodana bakho, uhambe ngeendlela zentliziyo yakho, nangokukhangela kwamehlo akho; kodwa yázi ukuba ngenxa yezo zinto zonke uThixo uya kukusa ematyaleni.
Thelekisa
Phonononga INTSHUMAYELI 11:9
2
INTSHUMAYELI 11:10
Yisuse ke ingqumbo entliziyweni yakho, ubudlulise ububi enyameni yakho; ngokuba ubutsha nobudoda bungamampunge.
Phonononga INTSHUMAYELI 11:10
3
INTSHUMAYELI 11:4
Ogqala umoya akayi kuhlwayela; okhangela amafu akayi kuvuna.
Phonononga INTSHUMAYELI 11:4
4
INTSHUMAYELI 11:5
Njengokuba ungayazi ukuba yiyiphi na indlela yomoya, kwanjengokuyilwa kwamathambo esiswini somithiyo; ngokunjalo akusazi isenzo sika Thixo owenza izinto zonke.
Phonononga INTSHUMAYELI 11:5
5
INTSHUMAYELI 11:6
Kusasa hlwayela imbewu yakho, nangokuhlwa ungasiphumzi isandla sakho; ngokuba ungàzi ukuba kolunga yiphi na, nokuba yile nokuba yileya, kusini na, nokuba zolunga ngakunye zombini na.
Phonononga INTSHUMAYELI 11:6
6
INTSHUMAYELI 11:2
Yahlula izahlulo zibe sixhenxe, zibe sibhozo, ngokuba akuyazi into embi eya kubakho ehlabathini.
Phonononga INTSHUMAYELI 11:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo