1
IDUTERONOMI 18:10-11
IZIBHALO EZINGCWELE
Maze kungàfunyanwa namnye kuwe ucandisa unyana wakhe nentombi yakhe emlilweni, novumisayo, nolitola, nohlaba izihlabo, nokhafulayo, nobopha ngomabophe, nobuza koneshologu, nosiyazi, noquqela kwabafileyo.
Thelekisa
Phonononga IDUTERONOMI 18:10-11
2
IDUTERONOMI 18:12
Kuba balisikizi kuYehova bonke abenza ezo zinto; kungenxa yaloo masikizi, le nto uYehova uThixo wakho azigqogqayo zingabikho ebusweni bakho.
Phonononga IDUTERONOMI 18:12
3
IDUTERONOMI 18:22
ilizwi, athe walithetha umprofeti egameni likaYehova, alabakho, alehla: lelo ilizwi angàlithethanga uYehova. Úthethé ngokukhukhumala umprofeti lowo; ùze unganxunguphaliswa nguye.
Phonononga IDUTERONOMI 18:22
4
IDUTERONOMI 18:13
Uze ugqibelele ukuba noYehova uThixo wakho.
Phonononga IDUTERONOMI 18:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo