IDUTERONOMI 18:10-11
IDUTERONOMI 18:10-11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Maze kungàfunyanwa namnye kuwe ucandisa unyana wakhe nentombi yakhe emlilweni, novumisayo, nolitola, nohlaba izihlabo, nokhafulayo, nobopha ngomabophe, nobuza koneshologu, nosiyazi, noquqela kwabafileyo.
IDUTERONOMI 18:10-11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ungaze uthathe unyana wakho okanye intombi yakho wenze ngaye idini elitshiswayo; abantu bakuni mabangaze bavumise, okanye bambulule, mhlawumbi bachile, okanye bakhafule, bangayisebenzisi nemilingo, okanye baqhakamshelane nabangasekhoyo.
IDUTERONOMI 18:10-11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Maze kungafunyanwa namnye kuni otshisa unyana wakhe, nokuba yintombi yakhe emlilweni, nosiyatha, nosiyazi, nosiyazi, nosiyazi; nosiyazi, nosiyazi, nosiyazi, nosiyazi, nofileyo.
IDUTERONOMI 18:10-11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Akuyi kufunyanwa pakati kwenu odlulisayo unyana wake, umhlaumbi intombi yake, emlilweni, noyincibi yokulaula, nowenza ngobugqi, notakatayo, nosisanuse, nowenza ngokunyanga, nocebisana nomshologu, nolitola, nobuzayo kubafileyo.