IDUTERONOMI 18:12
IDUTERONOMI 18:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba balisikizi kuYehova bonke abenza ezo zinto; kungenxa yaloo masikizi, le nto uYehova uThixo wakho azigqogqayo zingabikho ebusweni bakho.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 18IDUTERONOMI 18:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku abantu abenza iintlondi ezinje banezothe kuNdikhoyo uThixo wakho. Ziintlondi ezilolu hlobo ezabangela ukuba azigxothe iintlanga zelaa lizwe ekungeneni kwenu.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 18