1
KAYOHANE II 1:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Lulo ke olu uthando, ukuba sihambe ngokwemithetho yakhe. Nguwo lo umthetho, njengokuba nevayo kwasekuqalekeni, ukuba nihambe kuwo.
Thelekisa
Phonononga KAYOHANE II 1:6
2
KAYOHANE II 1:9
Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, àbanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.
Phonononga KAYOHANE II 1:9
3
KAYOHANE II 1:8
Zilumkeleni, ukuba singalahlekani nezinto esizisebenzileyo; masamkele umvuzo ozalisekileyo.
Phonononga KAYOHANE II 1:8
4
KAYOHANE II 1:7
Ngokuba kungene abalahlekisi abaninzi ehlabathini, abangamvumiyo uYesu Kristu esiza esenyameni. Lowo ngumkhohlisi nomchasi-Kristu.
Phonononga KAYOHANE II 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo