1
KAYOHANE III 1:2
IZIBHALO EZINGCWELE
Ntanda, ndinga ungáthi ngezinto zonke usikeleleke uphile, njengokuba usikelelekile umphefumlo wakho.
Thelekisa
Phonononga KAYOHANE III 1:2
2
KAYOHANE III 1:11
Ntanda, musa ukulandela okubi, landela okulungileyo. Lowo wenza okulungileyo ungokaThixo; ke lowo wenza okubi akambonanga uThixo.
Phonononga KAYOHANE III 1:11
3
KAYOHANE III 1:4
Andinaluvuyo lungaphezu kolu, lokuba ndive ukuba abantwana bam bahamba enyanisweni.
Phonononga KAYOHANE III 1:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo