1
USAMUWELI I 2:2
IZIBHALO EZINGCWELE
Akukho uyingcwele njengo Yehova; Ngokuba akukho namnye ngaphandle kwakho; Akukho liwa linjengoThixo wethu.
Thelekisa
Phonononga USAMUWELI I 2:2
2
USAMUWELI I 2:8
Uvusa eluthulini abasweleyo, Aphakamise amahlwempu ezaleni, Ukuba awahlalise namanene; Uwabela ilifa elisihlalo sozuko; Ngokuba zezika Yehova iintsika zehlabathi, Walimisa phezu kwazo elimiweyo.
Phonononga USAMUWELI I 2:8
3
USAMUWELI I 2:9
Iinyawo zabàkhe benceba uya kuzigcina, Abangendawo badake ebumnyameni; Ngokuba indoda ayeyisi ngamandla.
Phonononga USAMUWELI I 2:9
4
USAMUWELI I 2:7
UYehova uyahlwempuza, atyebise; Uthoba, abuye aphakamise.
Phonononga USAMUWELI I 2:7
5
USAMUWELI I 2:6
UYehova uyabulala, adlise ubomi; Uhlisela kwelabafileyo, abuye anyuse.
Phonononga USAMUWELI I 2:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo