USAMUWELI I 2:2
USAMUWELI I 2:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akukho uyingcwele njengo Yehova; Ngokuba akukho namnye ngaphandle kwakho; Akukho liwa linjengoThixo wethu.
Share
Funda USAMUWELI I 2USAMUWELI I 2:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
Hayi, akakh' onjengawe; hayi bo, wahlukile wena, Ndikhoyo! Akukh' ongxondorha injengoThixo wethu!
Share
Funda USAMUWELI I 2USAMUWELI I 2:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Akukho bani unjengoYehova, ngenxa yokuba akukho bani ngaphandle kwakho, yaye akukho liwa linjengoThixo wethu.
Share
Funda USAMUWELI I 2