Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI I 2:8

USAMUWELI I 2:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uvusa eluthulini abasweleyo, Aphakamise amahlwempu ezaleni, Ukuba awahlalise namanene; Uwabela ilifa elisihlalo sozuko; Ngokuba zezika Yehova iintsika zehlabathi, Walimisa phezu kwazo elimiweyo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 2

USAMUWELI I 2:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

nguye ophakamis' iindway' eluthulini, abasuse eluthuthwini abahlelelekileyo, ababeke kunye neendwalutho, baxhamle uzuko lobukhosi. Iintsika zehlabathi zezikaNdikhoyo; walithi zinzi elimiweyo phezu kwazo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 2

USAMUWELI I 2:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Uphakamisa ihlwempu eluthulini, aphakamise umngqibi emgqomeni wothuli, ukuze ammise phakathi kweenkosana aze amenze abe yindlalifa yetrone yozuko; kuba iintsika zehlabathi zezikaYehova, yaye umhlaba phezu kwazo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 2

USAMUWELI I 2:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Uyasukisa olihlwempu elutulini, uyapakamisa osweleyo enkunkumeni, abahlalise nenkosi, enze babe zindlalifa zesihlalo sobungcwalisa; ngokuba intsika zomhlaba zize ZIKAYEHOVA, ubekile umhlaba pezu kwazo.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo