Uphakamisa ihlwempu eluthulini, aphakamise umngqibi emgqomeni wothuli, ukuze ammise phakathi kweenkosana aze amenze abe yindlalifa yetrone yozuko; kuba iintsika zehlabathi zezikaYehova, yaye umhlaba phezu kwazo.
Funda uSamuweli 1 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uSamuweli 1 2:8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo