Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi. (UIsaya 45:23) Ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuThixo.
KWABASEROMA 14:11-12
Home
Bible
Plans
Videos