KWABASEROMA 14:11-12

KWABASEROMA 14:11-12 XHO75

Kuba kubhaliwe kwathiwa, Ndihleli nje mna, itsho iNkosi, aya kugoba kum onke amadolo, Zidumise uThixo zonke iilwimi. (UIsaya 45:23) Ngoko ke elowo kuthi uya kuziphendulela kuThixo.