2 kuTimoti

2 kuTimoti

Iintsuku ezi 4

Evalelwe entolongweni yaye sele eza kubulawa, uPawulos ubhala le ncwadi yobuqu nechukumisayo ukuze akhuthaze uTimoti ukuba ahlale omelele xa ejamelene nentshutshiso aze abufeze ubulungiseleli bakhe ngenkuthalo. Phenjelelwa yinyaniso yokuba, njengoPawulos, unokuthembela kuThixo nangona ubandezeleka, uzingise elukholweni kwaye ubambelele kwivangeli. Esi sicwangciso saphuhliswa yi-YouVersion.

Sithanda ukubulela Returning to the Gospel - Southern Africa ngokusinika esi sicwangciso. Ngolwazi oluthe vetshe, nceda undwendwele: https://returningtothegospel.com/

More from Returning to the Gospel - Southern Africa