UkuxhatshazwaIsampulu

Abuse

Usuku 1 LWE 7

Ukuxhatshazwa kungenzeka ngeendlela ezininzi. Enyameni, emphefumlweni nangokwesondo ziindlela eziqhelekileyo zokuxhatshazwa kwaye abantu abaninzi abazi ukuba baziphathe njani. Ukuba ungumxhaphazi, yiyeke. Ukuba ulixhoba loxhatshazwo, vumela amazwi eBhayibhile akukhokele njengoko usenza isigqibo ngendlela yokusingatha ubudlelwane nomxhaphazi. Ukuba usengozini, kufuneka umke ngokukhawuleza. Ukuba ukuxhatshazwa kwakho akuyongozi ebomini okanye yinto yexesha elidlulileyo, ziphe ixesha lokucamngca ngeLizwi likaThixo ngalo mbandela.
Usuku 2

Malunga nesi Sicwangciso

Abuse

Akakho umntu owakhe wafanelwa kukuphathwa gadalala. UThixo uyakuthanda kwaye unqwenela ukuba uxatyiswe kwaye uhoywe. Akukho mpazamo, akukho ntsilela, akukho kungaqondani kulingana nokuxhatshazwa ngokwasemzimbeni, ngokwesondo, okanye ngokweemvakalelo. Esi sicwangciso seentsuku ezisixhenxe siya kunceda ukuze uqonde ukuba uThixo unqwenela ubulungisa, uthando, kunye nentuthuzelo kumntu ngamnye.

More

We would like to thank Life.Church for providing this plan. For more information, please visit: www.life.church