Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INGOMA YAZO IINGOMA 8:7

INGOMA YAZO IINGOMA 8:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Amanzi amaninzi akanakulucima uthando; Imilambo ayinakuluntywilisela. Ingafanelana indoda irhole bonke ubuncwane bendlu yayo ngenxa yothando, Ingádelwa ideliwe.

Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 8

INGOMA YAZO IINGOMA 8:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Alungecinywa nangamanzi; alukhukuliseki naziimpuphuma. Xa unokulithenga ngobutyebi bonke bendlu yakho ungasuka ube sisigculelo.

Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 8

INGOMA YAZO IINGOMA 8:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Amanzi amaninzi akanakulucima uthando

Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 8

INGOMA YAZO IINGOMA 8:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Amanzi amaninzi akanakucima utando, nemisinga ayingelukukulise: ukuba umntu ebeya kunika yonke impahla esendlwini yake ngenxa yotando, inge igqityelwa ukudelwa.

Yabelana
Funda INGOMA YAZO IINGOMA 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo