KWABASEROMA 15:4
KWABASEROMA 15:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba zonke izinto ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 15KWABASEROMA 15:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba izinto zonke ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 15KWABASEROMA 15:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kaloku zonke izinto eziseziBhalweni zabhalelwa ukusifundisa, khon' ukuze sihlale sihleli sinethemba ngonyamezelo nenkuthazo esizifumana kuzo iziBhalo.
Yabelana
Funda KWABASEROMA 15