ISITYHILELO 3:15-16
ISITYHILELO 3:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndiyayazi imisebenzi yakho, ukuba akubandi, akushushu; akwaba ububanda, akwaba ubushushu. Ngenxa enokuba ke udikidiki, ungabandi, ungeshushu, ndiza kukuhlanza uphume emlonyeni wam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyasazi isimo sakho: Awubandi, awushushu. Akwaba ubushushu okanye ubanda! Kodwa ke ngenxa yokuba udikidiki, ungeshushu ungabandi, ndiza kukutshica.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:15-16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiyayazi imisebenzi yakho, ukuba akubandi, akushushu; akwaba uyabanda, ungeshushu. Ngenxa enokuba ke udikidiki, ungabandi, ungeshushu, ndiza kukuhlanza uphume emlonyeni wam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3ISITYHILELO 3:15-16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiyazi imisebenzi yako, ukuba akubandi, akushushu kanjako; akwaba ububanda, umhlaumbi ubushushu! Kwa njalo ke, ngokokuba ulidikidiki, ungabandi nje, ungashushu kanjako, ndiya kukuhlanza emlonyeni wam.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 3