Ndiyayazi imisebenzi yakho, ukuba akubandi, akushushu; akwaba uyabanda, ungeshushu. Ngenxa enokuba ke udikidiki, ungabandi, ungeshushu, ndiza kukuhlanza uphume emlonyeni wam.
Funda IsiThyilelo 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IsiThyilelo 3:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo