ISITYHILELO 12:12
ISITYHILELO 12:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngenxa yoko yibani nemihlali, nina mazulu, nani ninomnquba kuwo. Yeha, abo bawumiyo umhlaba nolwandle! ngokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi nje ukuba ixesha analo lincinane.
ISITYHILELO 12:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Memelelani ke ngoko, mazulu kwakunye nabo bahlala khona! Kodwa, hayi ishwangusha elisemhlabeni naselwandle! Kaloku umtyholi uze kuzo egragrama ngumsindo, kuba uyazi ukuba selephelelwe lixesha.
ISITYHILELO 12:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngoko ke yibani nemihlali, nina mazulu, nani ninomnquba kuwo. Yeha, abo bawumiyo umhlaba nolwandle! ngokuba uhlile weza kuni uMtyholi, enomsindo omkhulu, esazi nje ukuba ixesha analo lincinane.
ISITYHILELO 12:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngako oko gcobani, nina mazulu, nani nihlala kuwo! Kwoba nzima kubo abemayo umhlaba nolwandle! ngokuba u‐Mncetezi ehlele kuni, enomsindo omkulu, esazi nje ukuba lixesha elincinane analo.