ISITYHILELO 1:3
ISITYHILELO 1:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Únoyolo lowo uwalesayo, kwanabo bawevayo amazwi aso isiprofeto esi, bazigcine izinto ezibhaliweyo kuso; kuba ixesha likufuphi.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 1ISITYHILELO 1:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Unoyolo kambe umntu owafundayo amazwi olu daba, benoyolo nâbo bawaphulaphula bawathathele ingqalelo. Kaloku ixesha lokuzalisekiswa kwawo lisemnyango.
Yabelana
Funda ISITYHILELO 1