IINDUMISO 8:5-6
IINDUMISO 8:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokuba umhlise kancinane kunezithunywa zezulu, wamthwesa uzuko nembeko. Ummisile ukuba alawule izenzo zezandla zakho; Zonke izinto uzibeke phantsi kweenyawo zakhe
Yabelana
Funda IINDUMISO 8IINDUMISO 8:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Umsilelise kancinane ebuThixweni, Wamthi jize ngobuqaqawuli nangobungangamela. Umphathisé ubukhosi phezu kwemisebenzi yezandla zakho, Zonke izinto ùzibeke phantsi kweenyawo zakhe
Yabelana
Funda IINDUMISO 8