Amaculo 8:5-6

Amaculo 8:5-6 XHO1902A

Ngokuba umenzile abe ngapantsi kancinane kuzo ingelosi; umpahlile ngobungcwalisa nangodumo. Umpatisile ubukosi pezu kwemisebenzi yezandla zako; zonke izinto uzibekile pantsi kwenyawo zake