IINDUMISO 55:16-17
IINDUMISO 55:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mna ndinqula uThixo; UYehova uya kundisindisa. Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu ndiya kucamngca, ndincwine; Úya kuliva izwi lam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55IINDUMISO 55:16-17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mna ndinqula uThixo; UYehova uya kundisindisa. Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu ndiya kucamngca, ndincwine; Úya kuliva izwi lam.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55IINDUMISO 55:16-17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke ndibhenela kuThixo. Ewe, *uNdikhoyo uya kundihlangula. Kusasa emini nangokuhlwa ndithiwe mbende ngumva-ndedwa; saye ke isililo sam sinyukela kuye, futhi ke uza kundiphulaphula.
Yabelana
Funda IINDUMISO 55