IINDUMISO 55:16-17
IINDUMISO 55:16-17 XHO75
Mna ndinqula uThixo; UYehova uya kundisindisa. Ngokuhlwa, nakusasa, nasemini enkulu ndiya kucamngca, ndincwine; Úya kuliva izwi lam.