IINDUMISO 34:19
IINDUMISO 34:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Buninzi ububi obulihlelayo ilungisa, Ke uYehova ulihlangula kubo bonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 34IINDUMISO 34:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zininzi iingxaki ezivelela ilungisa, kodwa uyalikhulula kuzo zonke uNdikhoyo
Yabelana
Funda IINDUMISO 34IINDUMISO 34:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Zininzi iimbandezelo zelungisa, kodwa uYehova uyalihlangula kuzo zonke.
Yabelana
Funda IINDUMISO 34