IMIZEKELISO 23:7
IMIZEKELISO 23:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokokuba elinganisele entliziyweni yakhe, unjengoko athi kuwe, Yidla, sela; kodwa intliziyo yakhe ayikho kuwe.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 23IMIZEKELISO 23:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba njengoko anjalo ocinga yedwa, únjalo yena; Úthi kuwe, Yidla usele, Ukanti intliziyo yakhe ayinawe
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 23