IMIZEKELISO 20:5
IMIZEKELISO 20:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Iingcinga zomntu zifana nequla elinzulu; ke yena umntu oqiqayo ukha ulutho kuzo.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 20IMIZEKELISO 20:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngamanzi anzulu icebo entliziyweni yendoda, Kanti indoda enengqondo iyalirhola.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 20