IMIZEKELISO 16:16
IMIZEKELISO 16:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukurhweba ubulumko kungakanani na ukulunga kwako, ngaphezu kwegolide embiweyo! Nokurhweba ingqondo kungakanani na ukunyuleka kwako, ngaphezu kwesilivere!
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 16IMIZEKELISO 16:16 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kulungile ukuzuza ubulumko kunokufumana igolide; kungcono ukukhetha ulwazi kunokwamkela isiliva.
Yabelana
Funda IMIZEKELISO 16