KWABASEFILIPI 1:6
KWABASEFILIPI 1:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ekubeni ndikholose ngayo le nto, yokuba lowo wawuqalayo ngaphakathi kwenu umsebenzi olungileyo, wowufeza, ide ibe yiloo mini kaYesu Kristu
Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1KWABASEFILIPI 1:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yaye ndiqinisekile ngale ndawo yokuba lo msebenzi mhle awuqalileyo uThixo kuni, uya kude awuqabelise ngeMini kaKrestu uYesu.
Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1KWABASEFILIPI 1:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
ndikholose ngayo le nto, yokuba lowo wawuqalayo ngaphakathi kwenu umsebenzi olungileyo, wowufeza, ide ibe yiloo mini kaYesu Kristu
Yabelana
Funda KWABASEFILIPI 1