UNEHEMIYA 8:10
UNEHEMIYA 8:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi kubo, Yiyani, nidle amanqatha, nisele izinto ezinencasa, nise isabelo kwabangalungiselwanga nto; ngokuba le mini ingcwele kwiNkosi yethu. Musani ukuba buhlungu; ngokuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.
UNEHEMIYA 8:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke uNehemiya wathi kubo: “Hambani niyokutya izimuncu-muncu, ukutya okumnandi neziselo, nide niphe nâbo bangenakutya. Le yimini ekhethekileyo yeNkosi yethu. Ngayo musani ukuba lusizi; kaloku uNdikhoyo uza kunomeleza ngovuyo lwakhe.”
UNEHEMIYA 8:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi kubo, Hambani niye nidle okutyebileyo, nisele izinto ezinencasa, nise isabelo kwabangalungiselwanga nto; ngokuba le mini yiNkosi yethu; ngokuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.
UNEHEMIYA 8:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Walekela wati kubo: Hambani, yityani okutyebileyo, nisele okumnandi, nizitume izabelwa kwabangalungiselwanga nto: ngokuba lemini ingcwele KWINKOSI yetu: niti kanjako ningadandateki; ngokuba uvuyo LWOYEHOVA, lulo amandla enu.