UNEHEMIYA 7:3
UNEHEMIYA 7:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndathi kubo, Amasango aseYerusalem makangavulwa, lide lifudumale ilanga; bathi, besemi belinda, bazivale iingcango, bazitshixe; nimise abagcini abangabemi baseYerusalem, elowo abe selugcinweni lwakhe, elowo abe phambi kwendlu yakhe.
UNEHEMIYA 7:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kubo ke ndathi: “Makangavulwa amasango aseJerusalem ide ibe seyiqinile imini. Ngethuba besekhona abalindi-masango mabawavale mba amasango ngemivalo. Kananjalo miselani abemi baseJerusalem babe ngabalindi; abanye kwiindawo ezithile, abanye ke kufuphi nezindlu zabo.”
UNEHEMIYA 7:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndathi kubo, Musani ukuwavula amasango aseYerusalem, lide lifudumale ilanga; kwaye ngoxa bemi apho, baya kuzivala iingcango baze bahambe; wamisa ababoniseli phakathi kwabemi baseYerusalem, elowo esembonisweni yakhe, elowo wema malunga nendlu yakhe.
UNEHEMIYA 7:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndandisiti kubo: Amasango e‐Yerusaleme makangavulwa lide libalele ilanga; naxeshekweni basemiyo ngakuwo, mabavale ingcango, bafake imivalo: kanjalo makumiswe abalindi, abemi base‐Yerusaleme, bonke ngabanye ekulindeni kwabo, nabanye ngabanye malungana nezindlu zabo.