U‐Nehemiya 7:3

U‐Nehemiya 7:3 XHO1902A

Ndandisiti kubo: Amasango e‐Yerusaleme makangavulwa lide libalele ilanga; naxeshekweni basemiyo ngakuwo, mabavale ingcango, bafake imivalo: kanjalo makumiswe abalindi, abemi base‐Yerusaleme, bonke ngabanye ekulindeni kwabo, nabanye ngabanye malungana nezindlu zabo.