UMATEYU 7:7-8
UMATEYU 7:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uyavulelwa.
Share
Funda UMATEYU 7UMATEYU 7:7-8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazuza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa.
Share
Funda UMATEYU 7UMATEYU 7:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa; kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uyavulelwa.
Share
Funda UMATEYU 7UMATEYU 7:7-8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa; Kuba wonke umntu ocelayo, uyazuza; nalowo ufunayo, uyafumana; nalowo unkqonkqozayo uya kuvulelwa.
Share
Funda UMATEYU 7