UMATEYU 24:6
UMATEYU 24:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Niya kuthi ke nive iimfazwe namarhe eemfazwe; lumkani ningabi navuso, kuba zonke ezo zinto zimele ukuhla; kanti kona ukuphela akukabikho.
Yabelana
Funda UMATEYU 24UMATEYU 24:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Niya kuthi nive iimfazwe, namarhe eemfazwe; kodwa lumkani, ningabi navuso, kuba ezo zinto zimelwe kukubakho, kanti ke akukabi kuko ukuphela oko.
Yabelana
Funda UMATEYU 24