UMATEYU 24:14
UMATEYU 24:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Zaye ezi ndaba zilungileyo zobukumkani ziya kuvakaliswa kulo elimiweyo liphela, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga; kwandule ke ukufika ukuphela.
Yabelana
Funda UMATEYU 24UMATEYU 24:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ezi ndaba zimnandi zolawulo lukaThixo ziya kushunyayelwa kulo lonke ihlabathi, zibe bubungqina kuzo zonke iintlanga, size ke sifike isiphelo.”
Yabelana
Funda UMATEYU 24