UMATEYU 15:7-8
UMATEYU 15:7-8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bahanahanisindini, watyapha ukuprofeta ngani uIsaya, esithi, Aba bantu basondela kum ngomlomo wabo, Bandibeke ngemilebe yomlomo wabo; Kanti intliziyo yabo ikude lee kum
Yabelana
Funda UMATEYU 15UMATEYU 15:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bahanahanisindini, uIsaya wayenyanisile ukushumayela ngani, esithi: “ ‘Aba bantu bandibeka ngomlomo, kanti yona intliziyo ikude lee kum,’ itsho iNkosi.
Yabelana
Funda UMATEYU 15