Ivangeli ka‐Mateyu 15:7-8

Ivangeli ka‐Mateyu 15:7-8 XHO1902A

Zihanahanisindini! ulungisile ukuprofitesha ngani u‐Yisaya, esiti: Ababantu bayasondela kum ngomlomo wabo, bandidumise ngenteto zabo, kanti intliziyo yabo iyakwelela kude kum