UMALAKI 4:1
UMALAKI 4:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba, yabonani, iyeza imini evutha njengeziko; baya kuba ziindiza bonke abakhukhumali, nabenzi bonke bokungendawo, ibalenye loo mini izayo, utsho uYehova wemikhosi, ingabashiyeli ngcambu nasebe.
Yabelana
Funda UMALAKI 4UMALAKI 4:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo onamandla onke uthi: “Inene iyeza imini evutha okweziko apho bonke abakhukhumeleyo nabenzi bobubi baya kutsha njengomququ. Ewe, ngaloo mini baya kutsha baphele tu, kungasali sebe nangcambu.
Yabelana
Funda UMALAKI 4UMALAKI 4:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ngokuba nalo ilanga liphuma livutha njengelanga; basuke bonke abakhukhumeleyo, nabo bonke abenza ubutshinga, babe njengeendiza
Yabelana
Funda UMALAKI 4UMALAKI 4:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngokuba, bona ke, umhla uyeza, oya kuvuta njengeziko; bandule abar̔atshileyo, nabo bonke abayenza inkohlakalo, babe zindiza, uti umhla ozayo ubatshise, utsho UYEHOVA wemikosi, ude ungabashiyeli nengcambo nesebe.
Yabelana
Funda UMALAKI 4