Ngokuba, bona ke, umhla uyeza, oya kuvuta njengeziko; bandule abar̔atshileyo, nabo bonke abayenza inkohlakalo, babe zindiza, uti umhla ozayo ubatshise, utsho UYEHOVA wemikosi, ude ungabashiyeli nengcambo nesebe.
Funda U‐Malaki 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Malaki 4:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo