ULUKA 8:14
ULUKA 8:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Leyo ke yawayo emithaneni enameva, ngabo bathi, belivile, bahambe benamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baminxwe, baze bangavelisi siqhamo.
Yabelana
Funda ULUKA 8ULUKA 8:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Leyo yawayo elukhuleni, ngabo bathi bevile baminxwe ekuhambeni kwabo ngamaxhala nobutyebi neziyolo zobu bomi, baze bangavelisi ziqhamo.
Yabelana
Funda ULUKA 8