ILEVITIKUS 23:3
ILEVITIKUS 23:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wosebenza imihla emithandathu; ke umhla wesixhenxe uyisabatha kasabatha, yintlanganiso engcwele. Ze ningenzi namnye umsebenzi ngawo: yisabatha kaYehova emakhayeni enu onke.
ILEVITIKUS 23:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Zintandathu iintsuku eningenza ngazo umsebenzi, kodwa ze nikhumbule ukuba umhla wesixhenxe wona ngowokuphumla. Ze ningasebenzi ngaloo mhla, koko ze nihlanganisane ninqule. *UMhla wokuPhumla wona wahlulelwe uNdikhoyo, nditsho nokuba nihlala phi na.”
ILEVITIKUS 23:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wosetyenzwa imihla emithandathu, ke umhla wesixhenxe yisabatha kasabatha, yintlanganiso engcwele kuni ningenzi namnye umsebenzi ngayo; yisabatha kaYehova ezindlwini zenu zonke.
ILEVITIKUS 23:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Yimihla mitandatu ekuya kwenziwa umsebenzi; kodwa ngomhla wesixe̔nxe yisabata yopumlo, intlanganisano engcwele; aniyi kuwenza namnye umsebenzi ngawo: yisabata KAYEHOVA kuwo onke amakaya enu.