ILEVITIKUS 2:13
ILEVITIKUS 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yonke imisondezo eyiminikelo yakho yokudla wòyigalela ityuwa; uze umgavumi ukuba isweleke ityuwa yomnqophiso woThixo wakho eminikelweni yakho yokudla. Imisondezo yakho yonke woyisondeza inetyuwa.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 2ILEVITIKUS 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ityiwa mayigalelwe kuwo wonke umnikelo wokutya, kuba kaloku ityiwa yalatha umnqophiso ophakathi kwenu noThixo. Ke ngoko yonke iminikelo mayigalelwe ityiwa.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 2ILEVITIKUS 2:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wonke umnikelo wokudla wokudla, ufefa ityuwa ngetyuwa; ize ingasweli ityuwa yomnqophiso woThixo wakho emnikelweni wakho wokudla; zonke izipho zakho wozisa ityuwa.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 2ILEVITIKUS 2:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Nayo yonke iminikelo yomnikelo wokudla wako uya kumvumvuzela yona ngetyuwa; kanjako akuyi kupelisa ityuwa yocebano LWOTIXO wako kuwo umnikelo wokudla wako: yonke iminikelo yako uya kuyinikela inetyuwa.
Yabelana
Funda ILEVITIKUS 2